Do we actually need petrol attendants?
Yes, I don´t like filling my own car
No, the whole world do without them

 

Massive police chase and shoot-outs after garage robbed

An Idutywa garage was robbed on Friday morning 27 August at about 08h00 when an undisclosed sum of money was robbed and a car stolen. Three police officers gave chase and the suspects took off in the direction of Emgcwe Village at Ngqamakwe. A shoot-out ensued between the police and the suspects and unfortunately, a 31 year old police constable was shot dead. The name of the deceased will be released once his next of kin have been informed.
Comments: 1
5 votes
The article has been Rated 3.0 stars

Kuzakuxhel khukwana eGqutyini

INYANGA kaSeptember iza kwamkelwa ngezandla ezishushu ngabafundi, iititshala kunye nabahlali baseGqutyini, eNgcobo nanjengoko kuza kuba kutyalwa imithi ukuqaqambisa ubuhle besi sikolo
Comments: 0
0 votes
The article has been Rated None stars

Kuxhwilwe ohambisa oonomyayi

IDIBENE neembila zithutha indoda ebihambisa oonomyayi besivumelwano (contract) kubahlali baseNgcobo ngelixa iqweqwediswa ngamadoda amabini nayinyanzelise ukuba iwase kwidolophu yaseMthatha kwiveki egqithileyo.
Comments: 0
0 votes
The article has been Rated None stars

Fight over tobacco results in murder

Two friends had a misunderstanding when the 21 year old suspect demanded tobacco from his friend Bulelani Mahlalutywa (35)
Comments: 0
0 votes
The article has been Rated None stars

Ayibonakalanga intlonipho koomama ngenyanga yabo

LO GAMA inyanga egqithileyo ibibizwa ngokuba yinyanga yamanina, kodwa kubonakala ingathi ayikhange ibe nomohluko kwimpathombi abajongene nayo imihla nezolo nanjengoko babe baninzi abasetyhini abathe badlwengulwa abanye bebulawa kabuhlungu.
Comments: 0
0 votes
The article has been Rated None stars

OnoTaxi baseNgcobo baza kuthiwa Jize ngerenki

ISHIYE elikhulu ithemba iNkulumbuso yePhondo laseMpuma Koloni kubahlali baseNgcobo kunye nabaqhubi beTaxi kula ngingqi nanjengoko kunge kudala beza kuthiwa jize ngerenki neza kuba nendawo zokuthengisa izinto ezokhiwe ngentsimbi (bid work).
Comments: 0
0 votes
The article has been Rated None stars

Usisisulu sentlupheko ongenasazisi

IKUFIKISELA ngosizi kunye nomunyu indlela aphila ngayo umama osele ekhulile ohlala kwilali yaseNtlekiseni kwidolophu yaseMthatha, ngokomthetho ikhaya lakhe lokuzalwa likwidolophu yaseDutywa.
Comments: 0
0 votes
The article has been Rated None stars

Ivulwe ngokuse sikweni ibhuloro yiNkulumbuso

LUFIKELELE esiphelweni usizi lokuthwala abantu abanga sekhoyo ngezikhuni kwilali yaseSilindini, eNgcobo nanjengoko iNkulumbuso yephondo, uNoxolo Kiviet,ethe wavula ngoku sesikweni ibhuloro etye i-9 Million Rands nebivela kwinkampani ebizwa ngokuba yiLonmin Platinum Mine.
Comments: 0
0 votes
The article has been Rated None stars

Bafuna inkxaso oomama abagcina oonomngqushwana

BATHI kuthanda ukuba ngumnkqantsa ukujongana nabantwana abalishumi elinanye oomama abavule indawo yokugcina abantwana kwindawo yaseCala Reserve nanjengoko bekhala ngokuba iSebe lezophuhliso loluntu lisikhabile isicelo sabo sokuba bafumane inkxaso mali.
Comments: 0
0 votes
The article has been Rated None stars

Uqhankqalazo luchaphazele nabadlali

UQHANKQALAZO olugqubayo lwabasebenzi bakarhulumente sele luchaphazele nezemidlalo kwindawo yakuGatyana nanjengoko imidlalo emininzi ingakwazi ukuqhubeka ngenxa yabadlali abaqoqe imithwalo bagoduka ngelithi abafundi.
Comments: 0
0 votes
The article has been Rated None stars

Amaqela azenzele kwibala laseNgcobo

EBEBULALANA amaqela alishumi elinesibini ebhola kwibala laseNgcobo.
Comments: 0
0 votes
The article has been Rated None stars

Kuzakuxhel xhukwana eGqutyini

INYANGA kaSeptember iza kwamkelwa ngezandla ezishushu ngabafundi, iititshala kunye nabahlali baseGqutyini, eNgcobo nanjengoko kuza kuba kutyalwa imithi ukuqaqambisa ubuhle besi sikolo.
Comments: 0
0 votes
The article has been Rated None stars
 
 
 
 
 
 
© 2007 FeverOnline - 2010/09/08 06:45:41 PM